12 Ngenxa yeso sizathu ndiza kumabela isahlulo phakathi kwabaninzi,
Ahlulelane ngezinto ezoxuthiweyo kunye nabo banamandla,
Ngenxa yokuba wabuqongqotha ubomi bakhe de wafa,+
Wabalwa phakathi kwaboni.+
Wathwala isono sabantu abaninzi,+
Waza wabathethelela aboni.+