Mateyu 10:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 Nanga amagama abapostile bakhe abayi-12:+ Owokuqala, nguSimon, lo kuthiwa nguPetros+ nomntakwabo uAndreya;+ uYakobi unyana kaZebhedi nomntakwabo uYohane;+ Luka 24:33, 34 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 33 Baphakama kanye ngelo xesha babuyela eYerusalem, bafika abapostile abayi-11 nabanye abafundi behleli kunye, 34 besithi: “INkosi ivusiwe nyhani, uSimon uyibonile!”+
2 Nanga amagama abapostile bakhe abayi-12:+ Owokuqala, nguSimon, lo kuthiwa nguPetros+ nomntakwabo uAndreya;+ uYakobi unyana kaZebhedi nomntakwabo uYohane;+
33 Baphakama kanye ngelo xesha babuyela eYerusalem, bafika abapostile abayi-11 nabanye abafundi behleli kunye, 34 besithi: “INkosi ivusiwe nyhani, uSimon uyibonile!”+