IZenzo 2:24 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 24 Kodwa uThixo wayivusa+ ukuze ingabotshwa kukufa, kuba kwakungenakwenzeka ukuba ibanjwe nkqi kuko.+ IZenzo 4:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 nimele nazi nina nonke nawo onke amaSirayeli ukuba le ndoda iphiliswe ngegama likaYesu Kristu umNazarete,+ lo nambethelela esibondeni+ kodwa uThixo wamvusa ekufeni,+ kungenxa yakhe le ndoda imi apha phambi kwenu iphilile. IZenzo 13:30, 31 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 30 Kodwa uThixo wamvusa ekufeni,+ 31 yaye wabonakala iintsuku ezininzi kwabo babehambe naye ukusuka eGalili ukuya eYerusalem. Ngoku ngaba bantu abamngqinelayo ebantwini.+
24 Kodwa uThixo wayivusa+ ukuze ingabotshwa kukufa, kuba kwakungenakwenzeka ukuba ibanjwe nkqi kuko.+
10 nimele nazi nina nonke nawo onke amaSirayeli ukuba le ndoda iphiliswe ngegama likaYesu Kristu umNazarete,+ lo nambethelela esibondeni+ kodwa uThixo wamvusa ekufeni,+ kungenxa yakhe le ndoda imi apha phambi kwenu iphilile.
30 Kodwa uThixo wamvusa ekufeni,+ 31 yaye wabonakala iintsuku ezininzi kwabo babehambe naye ukusuka eGalili ukuya eYerusalem. Ngoku ngaba bantu abamngqinelayo ebantwini.+