Yohane 14:28 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 28 Besele nditshilo kuni ukuba, ‘Ndiyahamba, kodwa ndiza kuphinda ndibuye.’ Ukuba benindithanda, beniza kuvuya kuba ndisiya kuTata, kuba uTata mkhulu kunam.+
28 Besele nditshilo kuni ukuba, ‘Ndiyahamba, kodwa ndiza kuphinda ndibuye.’ Ukuba benindithanda, beniza kuvuya kuba ndisiya kuTata, kuba uTata mkhulu kunam.+