IMizekeliso 13:20 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 20 Ohamba nezilumko uza kuba sisilumko,+Kodwa osebenzisana nezidenge uza kungena engxakini.+ 1 Korinte 5:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Ayilunganga le nto niqhayisa ngayo. Anazi na ukuba igwele elincinci liyibilisa yonke intlama?+