2 Korinte 5:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 Thina bakule ntente siyancwina, sicinezelekile; ngenxa yokuba asifuni ukuyishiya le ndlu, kodwa siyakufuna ukungena kwenye,+ ukuze oko kufayo kuginywe bubomi.+
4 Thina bakule ntente siyancwina, sicinezelekile; ngenxa yokuba asifuni ukuyishiya le ndlu, kodwa siyakufuna ukungena kwenye,+ ukuze oko kufayo kuginywe bubomi.+