-
Roma 15:26, 27IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
26 Kuba abo baseMakedoni naseAkhaya baye bakuvuyela ukunikisa ngezinto zabo kubazalwana* abangamahlwempu eYerusalem.+ 27 Nyhani, baye bavuyiswa kukwenza loo nto, enyanisweni bebenetyala kubo; kuba ukuba iintlanga ziye zafumana izinto zabazalwana baseYerusalem ezivela kuThixo, nazo zimele zibancede ngezinto abazidingayo.+
-
-
2 Korinte 8:14IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
14 ndifuna wonke umntu alingane, izinto ezininzi eninazo zongeze kwabo bangenazo, nezinto ezininzi abanazo zongeze kuni.
-