1 Petros 3:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Nina ke madoda, qhubekani nihlala nabo ngokubazi.* Baphatheni ngembeko+ njengezitya ezingomelelanga njengani, kuba bengabafazi, bezizo neendlalifa zobubele bukaThixo kunye nani,+ ukuze kungabikho nto inqanda imithandazo yenu.
7 Nina ke madoda, qhubekani nihlala nabo ngokubazi.* Baphatheni ngembeko+ njengezitya ezingomelelanga njengani, kuba bengabafazi, bezizo neendlalifa zobubele bukaThixo kunye nani,+ ukuze kungabikho nto inqanda imithandazo yenu.