IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 34:27
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 27 UYehova waphinda wathi kuMoses: “Wabhale phantsi la mazwi,+ kuba ngawo ndenza isivumelwano nawe noSirayeli.”+

  • Duteronomi 31:24-26
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 24 Emva nje kokuba uMoses egqibile ukuwabhala amazwi alo Mthetho encwadini,+ 25 wabayalela abaLevi abathwala ityeya kaYehova yesivumelwano wathi: 26 “Thathani le ncwadi yoMthetho,+ niyibeke ecaleni kwetyeya+ yesivumelwano kaYehova uThixo wenu, ukuze asebenzise yona xa enigweba.

  • Efese 2:14, 15
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 14 Kuba usizisele uxolo+ lowo udibanise la maqela mabini,+ ibe uludilizile udonga obeluphakathi kwabo, lubahlula.+ 15 Ngomzimba* wakhe uye wabuphelisa obo butshaba, waphelisa nencwadi yoMthetho kaMoses, ukuze la maqela mabini amanyane naye, abe ngumntu omnye omtsha,+ aze adale uxolo,

  • Hebhere 7:18
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 18 Ngoko umyalelo wangaphambili uye wabekwa ecaleni kuba awunamandla futhi awusebenzi.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share