Roma 7:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Yaye umyalelo owawumele ukhokelele ebomini,+ ndawufumanisa ukhokelela ekufeni. Galati 3:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Bonke abo baxhomekeke ekuthobeleni umthetho baqalekisiwe, kuba kubhaliwe kwathiwa: “Uqalekisiwe wonke umntu ongazenzi zonke izinto ezibhaliweyo kumsongo woMthetho.”+
10 Bonke abo baxhomekeke ekuthobeleni umthetho baqalekisiwe, kuba kubhaliwe kwathiwa: “Uqalekisiwe wonke umntu ongazenzi zonke izinto ezibhaliweyo kumsongo woMthetho.”+