IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Galati 3:13
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 13 UKristu wasithenga,+ esikhulula+ kwisiqalekiso soMthetho, kwaqalekiswa yena endaweni yethu, kuba kubhaliwe kwathiwa: “Uqalekisiwe wonke umntu oxhonywe esibondeni.”+

  • Hebhere 9:15
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 15 Yiloo nto engumlamli wesivumelwano esitsha,+ ukuze abo babiziweyo, bakwazi ukufumana ilifa abalithenjisiweyo ngonaphakade,+ kuba wafa ukuze bakhululwe ngokuhlawulelwa+ kwizono abazenze bekwisivumelwano sangaphambili.

  • 1 Petros 2:24
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 24 Wazithwala izono zethu+ ngomzimba wakhe esibondeni,*+ ukuze sife esonweni* size siphilele ubulungisa. Yaye “niye naphiliswa ngamanxeba akhe.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share