18 Ningaze niziphathe kakubi ngesondo!+ Zonke ezinye izono umntu anokuzenza aziwungcolisi umzimba, kodwa umntu oziphatha kakubi ngesondo ungcolisa umzimba wakhe.+ 19 Anazi na ukuba umzimba wenu yitempile+ yomoya oyingcwele ongaphakathi kuni, eniwufumene kuThixo?+ Enye into aningobenu,+