11 Kuba siva ukuba kukho abantu abangalawulekiyo phakathi kwenu,+ bengafuni kusebenza kodwa bezifaka ezintweni ezingabafuniyo.+ 12 Abo bantu siyabayala, sibacela egameni leNkosi uYesu Kristu ukuba bazisebenzele bengaphazamisi mntu, baze batye ukutya abakusebenzeleyo.+