1 Korinte 4:11, 12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Nangoku sisaqhubeka silamba,+ sinxanwa,+ singenazimpahla, sibethwa,+ singenakhaya, 12 sisebenza nzima ngezandla zethu.+ Xa sithukwa, siyasikelela;+ xa sitshutshiswa, siyanyamezela;+ Efese 4:28 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 28 Lowo ubayo makayeke ukuba, endaweni yoko makasebenze nzima, esenza izinto ezilungileyo ngezandla zakhe,+ ukuze abe nento anokuyipha umntu odingayo.+ 2 Tesalonika 3:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Kaloku ngexesha esasikunye nani, sasidla ngokuthi kuni: “Ukuba umntu akafuni kusebenza, makanganikwa kutya.”+ 1 Timoti 5:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Ngokuqinisekileyo, ukuba kukho umntu ongabanyamekeliyo abantu amele abanyamekele, ingakumbi abasendlini yakhe, ululahlile ukholo yaye mbi ngaphezu komntu ongakholwayo.+
11 Nangoku sisaqhubeka silamba,+ sinxanwa,+ singenazimpahla, sibethwa,+ singenakhaya, 12 sisebenza nzima ngezandla zethu.+ Xa sithukwa, siyasikelela;+ xa sitshutshiswa, siyanyamezela;+
28 Lowo ubayo makayeke ukuba, endaweni yoko makasebenze nzima, esenza izinto ezilungileyo ngezandla zakhe,+ ukuze abe nento anokuyipha umntu odingayo.+
10 Kaloku ngexesha esasikunye nani, sasidla ngokuthi kuni: “Ukuba umntu akafuni kusebenza, makanganikwa kutya.”+
8 Ngokuqinisekileyo, ukuba kukho umntu ongabanyamekeliyo abantu amele abanyamekele, ingakumbi abasendlini yakhe, ululahlile ukholo yaye mbi ngaphezu komntu ongakholwayo.+