Mateyu 24:36 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 36 “Akukho mntu uyaziyo loo mini naloo yure,+ ayaziwa ziingelosi zamazulu, ingaziwa nanguNyana, yaziwa nguTata kuphela.+ 2 Petros 3:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Imini kaYehova*+ iza kufika njengesela.+ Ngaloo mini, amazulu aza kudlula*+ egqekreza, uze wona umhlaba nezinto ezenziwa kuwo zibhencwe, ibe iziseko zamazulu nomhlaba ziza kutsha zize zinyibilike.+
36 “Akukho mntu uyaziyo loo mini naloo yure,+ ayaziwa ziingelosi zamazulu, ingaziwa nanguNyana, yaziwa nguTata kuphela.+
10 Imini kaYehova*+ iza kufika njengesela.+ Ngaloo mini, amazulu aza kudlula*+ egqekreza, uze wona umhlaba nezinto ezenziwa kuwo zibhencwe, ibe iziseko zamazulu nomhlaba ziza kutsha zize zinyibilike.+