Roma 13:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Zenzeni ezi zinto, kuba nisazi ukuba eli lixesha lokuba nivuke ebuthongweni,+ kuba ngoku ixesha lokusindiswa kwethu likufutshane kakhulu kunangexesha esaba ngamakholwa ngalo.
11 Zenzeni ezi zinto, kuba nisazi ukuba eli lixesha lokuba nivuke ebuthongweni,+ kuba ngoku ixesha lokusindiswa kwethu likufutshane kakhulu kunangexesha esaba ngamakholwa ngalo.