IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Efese 6:14-17
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 14 Ngoko ke, yimani niqinile, nibhinqe inyaniso okwebhanti ezinqeni zenu,+ ninxibe ubulungisa okwento yokukhusela isifuba,+ 15 neenyawo zenu nizinxibise ukuze nilungele ukuthetha iindaba ezilungileyo zoxolo.+ 16 Ngaphezu kwezinto zonke, thathani ikhaka elikhulu elilukholo,+ eniza kukwazi ukucima ngalo zonke iintolo ezivuthayo zomenzi-bubi.+ 17 Thathani nomnqwazi wokukhusela intloko olusindiso,+ nekrele lomoya, oko kukuthi, ilizwi likaThixo,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share