Roma 12:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 Sanukuphindisa ububi ngobubi nakubani na.+ Yenzani izinto ezintle emehlweni abantu bonke. Roma 12:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 Sanukuziphindezela, bazalwana bam, kodwa yekani ibe nguThixo oba nomsindo,+ kuba kubhaliwe kwathiwa: Uthi uYehova,* “Ndim ophindisayo, ndim obuyekezayo.”+
19 Sanukuziphindezela, bazalwana bam, kodwa yekani ibe nguThixo oba nomsindo,+ kuba kubhaliwe kwathiwa: Uthi uYehova,* “Ndim ophindisayo, ndim obuyekezayo.”+