2 Korinte 6:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 kodwa sibonisa ngazo zonke iindlela ukuba singabakhonzi bakaThixo,+ ngokunyamezela izinto ezininzi, ubunzima, amaxesha okungabi nanto, iingxaki,+ 2 Korinte 6:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Abantu bacinga ukuba siselusizini kodwa siyavuya, bacinga ukuba singamahlwempu kodwa senza abaninzi babe zizityebi, bacinga ukuba asinanto kodwa sinayo yonke into.+ Filipi 4:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 Hlalani nivuya ngenxa yeNkosi. Ndiyaphinda ndithi, Vuyani!+
4 kodwa sibonisa ngazo zonke iindlela ukuba singabakhonzi bakaThixo,+ ngokunyamezela izinto ezininzi, ubunzima, amaxesha okungabi nanto, iingxaki,+
10 Abantu bacinga ukuba siselusizini kodwa siyavuya, bacinga ukuba singamahlwempu kodwa senza abaninzi babe zizityebi, bacinga ukuba asinanto kodwa sinayo yonke into.+