IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 10:16
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 16 UYehova nguKumkani ngonaphakade kanaphakade.+

      Iintlanga zitshabalele emhlabeni.+

  • INdumiso 90:2
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    •  2 Ngaphambi kokuba iintaba zizalwe

      Okanye ngaphambi kokuba wenze umhlaba nelizwe,*+

      Ukususela ngonaphakade ukusa ngonaphakade, wena unguThixo.+

  • Daniyeli 6:26
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 26 Ndikhupha umyalelo wokuba wonke umntu okummandla endiwulawulayo, makamoyike aze amngcangcazelele uThixo kaDaniyeli,+ kuba unguThixo ophilayo nohlala ekho ngonaphakade. Ubukumkani* bakhe soze bonakaliswe, ibe ulawula ngonaphakade.+

  • ISityhilelo 15:3
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 3 Babecula ingoma kaMoses+ ikhoboka likaThixo, nengoma yeMvana,*+ besithi:

      “Mikhulu kwaye iyamangalisa imisebenzi yakho+ Yehova* Thixo Somandla.+ Iindlela zakho zezobulungisa+ yaye ziyinyaniso, Kumkani kanaphakade.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share