Roma 1:23 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 23 baza endaweni yokukhonza uThixo ongasoze afe bakhonza imifanekiso yabantu abafayo, eyeentaka, eyezilwanyana ezinemilenze emine neyezilwanyana ezirhubuluzayo.+
23 baza endaweni yokukhonza uThixo ongasoze afe bakhonza imifanekiso yabantu abafayo, eyeentaka, eyezilwanyana ezinemilenze emine neyezilwanyana ezirhubuluzayo.+