Galati 1:15, 16 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 Kodwa xa uThixo owabangela ukuba ndizalwe waza wandikhetha ngobubele bakhe,*+ wabona kufanelekile 16 ukumtyhila uNyana wakhe esebenzisa mna, ukuze ndishumayele iindaba ezilungileyo ezingaye ezintlangeni,+ andizange ndicele amacebiso ebantwini.*
15 Kodwa xa uThixo owabangela ukuba ndizalwe waza wandikhetha ngobubele bakhe,*+ wabona kufanelekile 16 ukumtyhila uNyana wakhe esebenzisa mna, ukuze ndishumayele iindaba ezilungileyo ezingaye ezintlangeni,+ andizange ndicele amacebiso ebantwini.*