-
1 Timoti 2:9, 10IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
9 Kwakhona, ubuhle babafazi abumele buxhomekeke kwindlela yokuphothwa kweenwele, kwigolide, iiperile okanye impahla ebiza imali eninzi, kodwa mabanxibe impahla elungiswe kakuhle ebonisa ukuba banesidima yaye baphilile engqondweni,+ 10 banxibe ngendlela efanele abafazi abathi bazinikele kuThixo,+ oko kukuthi, ngemisebenzi elungileyo.
-