IZenzo 14:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 Kodwa kwafika amaYuda evela kwa-Antiyokwe naseIkoniyo aza antyontyela abo bantu+ ukuba bamjikele uPawulos, ngoko bambetha ngamatye baza bamrhuqela ngaphandle kwesixeko becinga ukuba ufile.+
19 Kodwa kwafika amaYuda evela kwa-Antiyokwe naseIkoniyo aza antyontyela abo bantu+ ukuba bamjikele uPawulos, ngoko bambetha ngamatye baza bamrhuqela ngaphandle kwesixeko becinga ukuba ufile.+