Yohane 14:26 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 26 Kodwa umoya oyingcwele eniza kuwunikwa nguTata egameni lam, uza kuninceda. Wona uza kunifundisa yonke into, uze unikhumbuze yonke into endinixelele yona.+ 2 Petros 1:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 Kuba zange nanini na kubekho isiprofeto ngokuthanda komntu,+ kodwa abantu babethetha ngokusuka kuThixo beqhutywa ngumoya oyingcwele.+
26 Kodwa umoya oyingcwele eniza kuwunikwa nguTata egameni lam, uza kuninceda. Wona uza kunifundisa yonke into, uze unikhumbuze yonke into endinixelele yona.+
21 Kuba zange nanini na kubekho isiprofeto ngokuthanda komntu,+ kodwa abantu babethetha ngokusuka kuThixo beqhutywa ngumoya oyingcwele.+