Kolose 2:16, 17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 16 Ngoko makungabikho mntu unigwebayo ngento eniyityayo neniyiselayo,+ okanye ngokubhiyozela itheko okanye ukuthwasa kwenyanga+ okanye isabatha.+ 17 Ezo zinto zisisithunzi sezinto ezizayo,+ kodwa umzimba weso sithunzi nguKristu.+
16 Ngoko makungabikho mntu unigwebayo ngento eniyityayo neniyiselayo,+ okanye ngokubhiyozela itheko okanye ukuthwasa kwenyanga+ okanye isabatha.+ 17 Ezo zinto zisisithunzi sezinto ezizayo,+ kodwa umzimba weso sithunzi nguKristu.+