Levitikus 16:34 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 34 Lowo iza kuba ngumthetho wenu oza kuhlala uhleli+ wokuhlawulela amaSirayeli kanye ngonyaka ngenxa yazo zonke izono zawo.”+ Ngoko uMoses wenza kanye njengokuba wayeyalelwe nguYehova.
34 Lowo iza kuba ngumthetho wenu oza kuhlala uhleli+ wokuhlawulela amaSirayeli kanye ngonyaka ngenxa yazo zonke izono zawo.”+ Ngoko uMoses wenza kanye njengokuba wayeyalelwe nguYehova.