Roma 8:34 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 34 Ngubani onokubabeka ityala? Kuba uKristu Yesu wafa waza wavuswa, yaye ngoku ungasekunene kukaThixo+ ibe uyasicelela.+
34 Ngubani onokubabeka ityala? Kuba uKristu Yesu wafa waza wavuswa, yaye ngoku ungasekunene kukaThixo+ ibe uyasicelela.+