Yeremiya 31:33 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 33 UYehova uthi, “Kuba esi sisivumelwano endiza kusenza nendlu kaSirayeli emva kwaloo mihla. Ndiza kufaka umthetho wam ngaphakathi kubo,+ ndize ndiwubhale entliziyweni yabo.+ Ibe ndiza kuba nguThixo wabo, bona babe ngabantu bam.”+ Hebhere 8:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 UYehova* uthi, “Kuba esi sisivumelwano endiza kusenza nendlu kaSirayeli emva kwaloo mihla. Ndiza kuyibeka imithetho yam engqondweni yabo, ndize ndiyibhale ezintliziyweni zabo.+ Ibe ndiza kuba nguThixo wabo, bona babe ngabantu bam.”+
33 UYehova uthi, “Kuba esi sisivumelwano endiza kusenza nendlu kaSirayeli emva kwaloo mihla. Ndiza kufaka umthetho wam ngaphakathi kubo,+ ndize ndiwubhale entliziyweni yabo.+ Ibe ndiza kuba nguThixo wabo, bona babe ngabantu bam.”+
10 UYehova* uthi, “Kuba esi sisivumelwano endiza kusenza nendlu kaSirayeli emva kwaloo mihla. Ndiza kuyibeka imithetho yam engqondweni yabo, ndize ndiyibhale ezintliziyweni zabo.+ Ibe ndiza kuba nguThixo wabo, bona babe ngabantu bam.”+