IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Zekariya 6:13
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 13 Yiyo eza kwakha itempile kaYehova, ibe yiyo eza kunikwa isidima. Iza kuhlala etroneni yayo, ilawule. Iza kuba nguye nombingeleli etroneni yayo,+ ibe kuza kubakho isivumelwano soxolo phakathi kwezo zigxina zozibini.*

  • Hebhere 3:6
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 6 kodwa yena uKristu wayengunyana othembekileyo+ endlini kaThixo. Ukuba sibambelela nkqi kwinkululeko yethu yokuthetha nakwithemba esiqhayisa ngalo de kube sekupheleni, siyindlu kaThixo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share