Duteronomi 31:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Qokelelani abantu,+ amadoda, abafazi, abantwana nabantu basemzini abahlala ezixekweni zenu, ukuze bamamele, bafunde ngoYehova uThixo wenu baze bamoyike, baqiniseke ukuba bayawathobela onke amazwi alo Mthetho. IZenzo 2:42 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 42 Kwaye baqhubeka bemamela izinto ezazifundiswa ngabapostile, behleli kunye,* besitya+ kwaye bethandaza.+
12 Qokelelani abantu,+ amadoda, abafazi, abantwana nabantu basemzini abahlala ezixekweni zenu, ukuze bamamele, bafunde ngoYehova uThixo wenu baze bamoyike, baqiniseke ukuba bayawathobela onke amazwi alo Mthetho.
42 Kwaye baqhubeka bemamela izinto ezazifundiswa ngabapostile, behleli kunye,* besitya+ kwaye bethandaza.+