Mateyu 7:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 “Yekani ukugweba+ ukuze nani ningagwetywa; Luka 6:37 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 37 “Yekani ukugweba ukuze nani ningagwetywa;+ yekani ukugxeka ukuze nani ningagxekwa. Hlalani nixolela, nani niza kuxolelwa.+ Roma 14:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 Ucinga ukuba ungubani le nto ude ugwebe isicaka somnye umntu?+ Ukuma okanye ukuwa kwaso kuxhomekeke enkosini yaso.+ Nyhani ke, siza kwenziwa sime, kuba uYehova* uyakwazi ukusenza sime.
37 “Yekani ukugweba ukuze nani ningagwetywa;+ yekani ukugxeka ukuze nani ningagxekwa. Hlalani nixolela, nani niza kuxolelwa.+
4 Ucinga ukuba ungubani le nto ude ugwebe isicaka somnye umntu?+ Ukuma okanye ukuwa kwaso kuxhomekeke enkosini yaso.+ Nyhani ke, siza kwenziwa sime, kuba uYehova* uyakwazi ukusenza sime.