Genesis 3:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Ngenxa yoko umfazi wabona ukuba umthi wawulungele ukutyiwa, uyinto nje enqwenelekayo emehlweni, unqweneleka ngokuwujonga nje. Ngoko wakha isiqhamo sawo waza watya.+ Emva koko wanika nendoda yakhe xa yayikunye naye, yaza nayo yatya.+ 1 Yohane 2:16 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 16 kuba yonke into esehlabathini, iminqweno yemizimba enesono,+ iminqweno yamehlo+ nokuqhayisa ngezinto onazo ebomini, akuveli kuTata, kodwa kuvela ehlabathini.
6 Ngenxa yoko umfazi wabona ukuba umthi wawulungele ukutyiwa, uyinto nje enqwenelekayo emehlweni, unqweneleka ngokuwujonga nje. Ngoko wakha isiqhamo sawo waza watya.+ Emva koko wanika nendoda yakhe xa yayikunye naye, yaza nayo yatya.+
16 kuba yonke into esehlabathini, iminqweno yemizimba enesono,+ iminqweno yamehlo+ nokuqhayisa ngezinto onazo ebomini, akuveli kuTata, kodwa kuvela ehlabathini.