Mateyu 7:24 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 24 “Ngoko ke, wonke umntu ozivayo ezi zinto ndizithethayo aze azenze, uza kufana nesilumko esakha indlu phezu kolwalwa.+ Luka 11:28 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 28 Kodwa yena wathi: “Bonwabe kakhulu abo balivayo ilizwi likaThixo baze balithobele!”+ Yohane 13:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 Ngoku niyazazi ezi zinto, ibe niza konwaba ukuba niyazenza.+
24 “Ngoko ke, wonke umntu ozivayo ezi zinto ndizithethayo aze azenze, uza kufana nesilumko esakha indlu phezu kolwalwa.+