IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Hebhere 12:9
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 9 Ngaphezu koko, ootata bethu babesiqeqesha ibe sasibahlonipha. Asifanelanga na simthobele nangaphezulu ke uTata owasikhetha ngomoya oyingcwele size siphile?+

  • 1 Petros 2:17
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 17 Yibani nembeko kumntu wonke,+ thandani bonke abazalwana,+ yoyikani uThixo,+ nihloniphe nokumkani.+

  • 1 Petros 5:6
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 6 Ngoko ke, zithobeni phantsi kwesandla esinamandla sikaThixo, ukuze aniphakamise ngexesha elifanelekileyo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share