2 Korinte 1:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Asizukuyeka ukuba nethemba ngani, kuba siyazi ukuba njengokuba nani nijongene nobunzima njengathi, niza kuthuthuzelwa njengathi.+ Kolose 1:24 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 24 Kuyandivuyisa ukuva ubunzima ngenxa yenu,+ ibe ndijongene nobunzima njengoKristu, kodwa kusafuneka ndijongene nobunzima ngokupheleleyo ngenxa yomzimba wakhe+ olibandla.+
7 Asizukuyeka ukuba nethemba ngani, kuba siyazi ukuba njengokuba nani nijongene nobunzima njengathi, niza kuthuthuzelwa njengathi.+
24 Kuyandivuyisa ukuva ubunzima ngenxa yenu,+ ibe ndijongene nobunzima njengoKristu, kodwa kusafuneka ndijongene nobunzima ngokupheleleyo ngenxa yomzimba wakhe+ olibandla.+