IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Mateyu 28:18
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 18 UYesu weza kubo, wathetha nabo, esithi: “Ndinikwe lonke igunya ezulwini nasemhlabeni.+

  • 1 Korinte 15:25
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 25 Kuba umele alawule de uThixo azibeke phantsi kweenyawo zakhe zonke iintshaba zakhe.+

  • Efese 1:20, 21
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 20 Wawasebenzisa kuKristu xa wamvusa ekufeni waza wamhlalisa nga­sekunene kwakhe+ ­ezulwini, 21 ­wambeka wangaphezulu kwabo bonke oorhulumente, amagunya, abo banamandla, abalawuli nawo onke amagama abizwayo,+ hayi kuphela kweli xesha* kodwa nakwelizayo.

  • Filipi 2:9, 10
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 9 Ngenxa yaloo nto, uThixo wamphakamisa wambeka kwisikhundla esiphezulu+ waza ngobubele wamnika igama elingaphezu kwawo onke amanye amagama,+ 10 ukuze bonke abantu baguqe egameni likaYesu, abo basezulwini, abo basemhlabeni nabo baphantsi komhlaba,+

  • Hebhere 1:6
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 6 Kodwa xa ephinda elizisa emhlabeni iZibulo lakhe+ uthi: “Zonke iingelosi zikaThixo maziqubude kuye.”

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share