Kolose 1:24 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 24 Kuyandivuyisa ukuva ubunzima ngenxa yenu,+ ibe ndijongene nobunzima njengoKristu, kodwa kusafuneka ndijongene nobunzima ngokupheleleyo ngenxa yomzimba wakhe+ olibandla.+ Hebhere 12:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 njengokuba sijonge ngqo kuMmeli Oyintloko noMphelelisi wokholo lwethu, uYesu.+ Ngenxa yovuyo olwalubekwe phambi kwakhe wasinyamezela isibonda sokungcungcutheka,* engakukhathalelanga ukuhlazeka, waza wahlala ngasekunene kwetrone kaThixo.+
24 Kuyandivuyisa ukuva ubunzima ngenxa yenu,+ ibe ndijongene nobunzima njengoKristu, kodwa kusafuneka ndijongene nobunzima ngokupheleleyo ngenxa yomzimba wakhe+ olibandla.+
2 njengokuba sijonge ngqo kuMmeli Oyintloko noMphelelisi wokholo lwethu, uYesu.+ Ngenxa yovuyo olwalubekwe phambi kwakhe wasinyamezela isibonda sokungcungcutheka,* engakukhathalelanga ukuhlazeka, waza wahlala ngasekunene kwetrone kaThixo.+