1 Korinte 11:32 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 32 Kodwa ke xa sigwetywa, siyaqeqeshwa nguYehova,*+ ukuze singagwetywa kunye nehlabathi.+