IMizekeliso 11:31 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 31 Ukuba ilungisa elisemhlabeni liyohlwaywa,Kukangakanani ke ngomenzi-bubi nomoni!+ Mateyu 7:13, 14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 “Ngenani ngegeyithi encinci,+ kuba inkulu igeyithi, ivulekile nendlela eya entshabalalweni, yaye baninzi abantu abangena ngayo. 14 Kodwa incinci igeyithi, incinci nendlela eya ebomini, yaye bambalwa abayifumanayo.+
13 “Ngenani ngegeyithi encinci,+ kuba inkulu igeyithi, ivulekile nendlela eya entshabalalweni, yaye baninzi abantu abangena ngayo. 14 Kodwa incinci igeyithi, incinci nendlela eya ebomini, yaye bambalwa abayifumanayo.+