Roma 15:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 Kodwa ke, ndiye ndanibhalela ngokuphandle ngezinye izinto ukuze ndiphinde ndinikhumbuze, ngenxa yokuba uThixo undenzele ububele* 2 Petros 1:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 Kodwa mna ndibona kufanelekile ukuba ndimane ndinikhumbuza+ okwangoku ndisekulo mzimba unjengentente,+
15 Kodwa ke, ndiye ndanibhalela ngokuphandle ngezinye izinto ukuze ndiphinde ndinikhumbuze, ngenxa yokuba uThixo undenzele ububele*
13 Kodwa mna ndibona kufanelekile ukuba ndimane ndinikhumbuza+ okwangoku ndisekulo mzimba unjengentente,+