Roma 2:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 Okanye ngaba uyabudelela ububele,+ ukunyamezela+ nomonde+ wakhe ongaka, kuba ungazi ukuba ngobubele bakhe, uThixo uzama ukunceda wena uguquke?+
4 Okanye ngaba uyabudelela ububele,+ ukunyamezela+ nomonde+ wakhe ongaka, kuba ungazi ukuba ngobubele bakhe, uThixo uzama ukunceda wena uguquke?+