Yohane 17:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Ukuze abantu bafumane ubomi obungunaphakade,+ kufuneka bakwazi kakuhle wena okuphela koThixo wokwenene,+ nalowo umthumileyo, uYesu Kristu.+
3 Ukuze abantu bafumane ubomi obungunaphakade,+ kufuneka bakwazi kakuhle wena okuphela koThixo wokwenene,+ nalowo umthumileyo, uYesu Kristu.+