Yohane 1:12, 13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Kodwa ke bonke abamamkelayo, wabanceda baba ngabantwana bakaThixo,+ kuba babekholwa kuye.+ 13 Abazange bazalwe ngenyama negazi, okanye ngokuthanda kwabantu, kodwa bazalwa nguThixo.+
12 Kodwa ke bonke abamamkelayo, wabanceda baba ngabantwana bakaThixo,+ kuba babekholwa kuye.+ 13 Abazange bazalwe ngenyama negazi, okanye ngokuthanda kwabantu, kodwa bazalwa nguThixo.+