Genesis 4:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 Yena uAbheli weza namanye amazibulo omhlambi wakhe+ kunye namanqatha awo. UYehova wamthanda uAbheli nomnikelo wakhe,+ Hebhere 11:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 Ngenxa yokholo uAbheli wenza umbingelelo oxabiseke ngakumbi kuThixo kunokaKayin,+ ibe ngenxa yolo kholo wangqinelwa ukuba ulilungisa, kuba uThixo wazamkela izipho zakhe.+ Nangona wafayo, ukholo lwakhe lusathetha.+
4 Yena uAbheli weza namanye amazibulo omhlambi wakhe+ kunye namanqatha awo. UYehova wamthanda uAbheli nomnikelo wakhe,+
4 Ngenxa yokholo uAbheli wenza umbingelelo oxabiseke ngakumbi kuThixo kunokaKayin,+ ibe ngenxa yolo kholo wangqinelwa ukuba ulilungisa, kuba uThixo wazamkela izipho zakhe.+ Nangona wafayo, ukholo lwakhe lusathetha.+