Yohane 5:24 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 24 Ndiyaniqinisekisa ukuba, nabani na olivayo ilizwi lam, aze akholelwe kuLowo undithumileyo uza kufumana ubomi obungunaphakade,+ ibe akazukugwetywa, kodwa ufana nomntu obefile waphinda wavuka.+ Roma 8:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 Kuba umthetho womoya oyingcwele uye waninika ubomi ukuze niphile nimanyene noKristu Yesu. Lo mthetho uye wanikhulula+ kumthetho wesono nowokufa.
24 Ndiyaniqinisekisa ukuba, nabani na olivayo ilizwi lam, aze akholelwe kuLowo undithumileyo uza kufumana ubomi obungunaphakade,+ ibe akazukugwetywa, kodwa ufana nomntu obefile waphinda wavuka.+
2 Kuba umthetho womoya oyingcwele uye waninika ubomi ukuze niphile nimanyene noKristu Yesu. Lo mthetho uye wanikhulula+ kumthetho wesono nowokufa.