1 Yohane 2:24 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 24 Kodwa nina, nimele niyigcine yonke into enayiva ukususela ekuqaleni.+ Ukuba niyazigcina izinto enaziva ukususela ekuqaleni, niza kuhlala nimanyene noNyana kunye noTata.
24 Kodwa nina, nimele niyigcine yonke into enayiva ukususela ekuqaleni.+ Ukuba niyazigcina izinto enaziva ukususela ekuqaleni, niza kuhlala nimanyene noNyana kunye noTata.