Yohane 14:23 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 23 UYesu wathi kuye: “Ukuba umntu uyandithanda, uza kundithobela,+ aze athandwe nguTata, ibe siza kuza kuye sihlale naye.+
23 UYesu wathi kuye: “Ukuba umntu uyandithanda, uza kundithobela,+ aze athandwe nguTata, ibe siza kuza kuye sihlale naye.+