2 Korinte 6:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 kodwa sibonisa ngazo zonke iindlela ukuba singabakhonzi bakaThixo,+ ngokunyamezela izinto ezininzi, ubunzima, amaxesha okungabi nanto, iingxaki,+ 2 Korinte 6:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Abantu bacinga ukuba siselusizini kodwa siyavuya, bacinga ukuba singamahlwempu kodwa senza abaninzi babe zizityebi, bacinga ukuba asinanto kodwa sinayo yonke into.+ 1 Timoti 6:18, 19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 18 Bakhuthaze ukuba benze izinto ezilungileyo, benze izinto ezininzi ezintle, babe nobubele, yaye bakulungele ukupha abanye,+ 19 bezibekela isiseko esihle nesikhuselekileyo sobutyebi bexesha elizayo,+ ukuze bafumane ubomi benene.+ Yakobi 2:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 Ndimameleni bazalwana bam endibathandayo. UThixo akakhethanga abantu abajongwa njengamahlwempu na lihlabathi, ukuba babe zizityebi elukholweni,+ neendlalifa zoBukumkani awabuthembisa abo bamthandayo?+
4 kodwa sibonisa ngazo zonke iindlela ukuba singabakhonzi bakaThixo,+ ngokunyamezela izinto ezininzi, ubunzima, amaxesha okungabi nanto, iingxaki,+
10 Abantu bacinga ukuba siselusizini kodwa siyavuya, bacinga ukuba singamahlwempu kodwa senza abaninzi babe zizityebi, bacinga ukuba asinanto kodwa sinayo yonke into.+
18 Bakhuthaze ukuba benze izinto ezilungileyo, benze izinto ezininzi ezintle, babe nobubele, yaye bakulungele ukupha abanye,+ 19 bezibekela isiseko esihle nesikhuselekileyo sobutyebi bexesha elizayo,+ ukuze bafumane ubomi benene.+
5 Ndimameleni bazalwana bam endibathandayo. UThixo akakhethanga abantu abajongwa njengamahlwempu na lihlabathi, ukuba babe zizityebi elukholweni,+ neendlalifa zoBukumkani awabuthembisa abo bamthandayo?+