IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Isaya 25:8
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    •  8 Uza kukuginya ukufa ngonaphakade,+

      Yaye iNkosi enguMongami uYehova iza kuzosula iinyembezi ebusweni babo bonke abantu.+

      Ukuphathwa kakubi kwabantu uza kukuphelisa emhlabeni wonke,

      Kuba utsho uYehova.

  • 1 Korinte 15:26
    IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
    • 26 Utshaba lokugqibela oluza kupheliswa kukufa.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share